Siyathandana (feat. Amanda Black) - Berita Lyrics


Xa ebizwa amagama ethu ezulwini
Zoba secaleni kwakho
Xakufika imini yokugqibelaZoba secaleni kwakhoNasemnqamlezweni
Hlal' uyazi zobase caleni kwakho
Hlal' uyazi
Ecaleni kwakhoYena nam' ubaby wam'
Yena nam' s'yathandana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' sikunye
Till the end
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' s'yathandana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam', till the endUngowokuqala endicinga ngaye
NgoLwesibini, ndadibana naye
Ngoku mathathu amazwi endinawo
NgoLwesine, NgoLwesihlanu, ndingowakhoNguwe olawula ingqondo yam'
(Nguwe olawula ingqondo yam')
Iyo waphola umphemfulo wam'
(Iyo waphola umphemfulo wam')
Wandiphandla amehlo am'
(Wandiphandla amehlo am')
Tsho yaxola inhliziyo yami, yeah
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' s'yathandana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' sikunye
Till the endYena nam' ubaby wam'
Yena nam' s'yathandana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' sikunye
Till the end
Till the endYena nami kude kuyovalwa
Yena nami
Yena nami kude kuyovalwa
Yena nami
Yena nami, yena nami, yena nami
Till the endTill the end
Till the end

Siyathandana (feat. Amanda Black) lyrics !!!