Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik'phuze
Ndicel' ikiss
Yiza nonoYisono na uk'thand' umuntu wakho?
Yisono na bayby ndiyak'buza,
Hayi xa kunjalo
Kush ukuthi ndizak'cel' uxolo
Yiza masthandane, sbhuqane, k'vuth' umlilo
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik'phuze
Ndicel' ikiss
Yiza nono
ndik'funa la eduze kwam
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik'phuzeooh yeah
lityala na uk'thand umuntu wakho?
lityala na, baby ndiyak'buza
Hayi xa kunjalo kushukuthi ndzakufel etrongweni
Yiza masthandane sibhuqane k'qhum' uthuli
Yeah sana ndiyadideka ndiya locka
Nyan nyan ungowami
ingathi andikholelwa
intliziyo yamu uyayikhanyisa
ikhanye ithi qengeBaby ndicel' ikiss...Wena baby wena baby wena babyBaby ndicel' ikiss......ndik'qabule